UThixo ukuphakama kwakhe asikokwamazulu yini na?Bóna ke intloko yazo iinkwenkwezi, ukuba phezulu kwayo!