Uyobhi 20:1-4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Wasusela uTsofare waseNahama, wathi,

2. Ngako oko iingcingangcinga zam ezi ziyandiphendula,Ngenxa yokuthabatheka kwam ngaphakathi kwam.

3. Ukuthethisa okundihlazayo ndiyakuva,Ke umoya uyandiphendula engqondweni yam.

4. Oku ùyakwazi na kambe kwanini,Kususela koko lwabekwayo uluntu ehlabathini:

Uyobhi 20