Uyobhi 19:13-16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

13. Abazalwana bam úbasé kude kum,Abandaziyo sebengabasemzini kanye kum.

14. Izalamane zam zindishiyile,Nabazana nam bandilibele.

15. Abahlala endlwini yam, nabakhonzazana bam,Bandibalele ekuthini ndingowasemzini,Ndingowolunye uhlanga emehlweni abo.

16. Ndibiza umkhonzi wam, angasabeli;Ndimbongoze ngomlomo wam.

Uyobhi 19