Uyobhi 14:7-11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

7. Kuba kukho ithemba emthini;Ukuba uthe wagawulwa, wóbuya uhlume,Igatya lawo lingapheli.

8. Ukuba ithe yaba ndala ingcambu yawo emhlabeni,Safa isibili sawo eluthulini:

9. Ngevumba lamanzi wódubula,Wenze amasebe njengesithodlana.

10. Ke yena umfo ufa angquleke;Umntu uphuma umphefumlo; abe phi na ke?

11. Amanzi aselwandle ayemka;Umlambo uyatsha, wome:

Uyobhi 14