Uyobhi 10:14-16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

14. Ukuba ndithe ndona, wòndibamba undilinde,Ungandenzi msulwa ebugwenxeni bam.

15. Ukuba ndithe ndaba ngongendawo, athi ke mna!Ukuba ndithe ndaba lilungisa, ndingàyiphakamisi intloko yam:Ndihlúthi kukucukucezwa,Nakukubona iintsizi zam.

16. Nokuba ithe yaziphakamisa intloko yam, wòndizingela njengengonyama,Úbuye wenze ngokubalulekileyo kum;

Uyobhi 10