Uyeremiya 34:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ndiya kubanikela ezandleni zeentshaba zabo, nasezandleni zabafuna umphefumlo wabo, zidliwe izidumbu zabo ziintaka zezulu nangamarhamncwa omhlaba.

Uyeremiya 34

Uyeremiya 34:19-21