Uyeremiya 31:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndiya kubuya ndikwakhe, wakheke, ntombi inguSirayeli; uya kubuya uzihombise, uphathe iingqongqo zakho, uphume uye ekungqungqeni kwabangqungqayo.

Uyeremiya 31

Uyeremiya 31:1-7