1. Ngelo xesha, utsho uYehova, ndiya kuba nguThixo kwimizalwane yonke yakwaSirayeli, yona ibe ngabantu bam.
2. Utsho uYehova ukuthi, BĂ babalwa entlango abantu abasindileyo ekreleni; ndoya ndiwaphumze amaSirayeli.
3. UYehova ubonakele kum kwakude, wathi, Ndikuthandile ngothando olungunaphakade; ngenxa yoko ndikolĂșlele inceba.