Uyeremiya 28:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwangale minyaka mibini izalisekileyo, ndiya kuyibuyisela kule ndawo yonke impahla yendlu kaYehova, awayithabathayo kuloo ndawo uNebhukadenetsare ukumkani waseBhabheli, wayisa eBhabheli.

Uyeremiya 28

Uyeremiya 28:1-11