Uyeremiya 26:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ababingeleli nabaprofeti bathetha kubathetheli nakubantu bonke, besithi, Le ndoda ifanelwe sisigwebo sokufa, ngokuba iprofete ngalo mzi, njengoko nikuvileyo ngeendlebe zenu.

Uyeremiya 26

Uyeremiya 26:3-20