Mayiqalekiswe indoda, eyamshumayeza ubawo udaba lokuthi, Ùzalelwe umntwana oyinkwenkwe; yamvuyisa kakhulu.