Uyeremiya 16:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Kwafika ilizwi likaYehova kum, lisithi,

2. Uze ungazeki mfazi, ungabi nanyana nazintombi kule ndawo.

3. Ngokuba uYehova utsho ngoonyana neentombi ezizalelwa kule ndawo, nangoonina ababazalayo, nangooyise ababazalayo kweli lizwe, ukuthi,

Uyeremiya 16