Uyeremiya 14:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngoko uze uthethe kubo eli lizwi lokuthi, Amehlo am ahla iinyembezi ubusuku nemini, angaphezi; ngokuba yaphulwe ngolwaphulo olukhulu inkazana eyintombi yabantu bakowethu, ngenxeba elibulalayo kakhulu.

Uyeremiya 14

Uyeremiya 14:9-21