Unehemiya 9:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabanika isonka sasezulwini ngenxa yokulamba kwabo, wabavelisela namanzi engxondorheni ngenxa yokunxanwa kwabo; wathi kubo, mabaye kulihlutha ilizwe, owabaphakamisela isandla sakho, ukuba wobanika lona.

Unehemiya 9

Unehemiya 9:8-20