Unehemiya 8:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Besuka bonke abantu, baya kudla, basela, bathuma izabelo, bavuya kakhulu; ngokuba bawaqonda amazwi ababewaxelelwa.

Unehemiya 8

Unehemiya 8:2-18