Unehemiya 7:63 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kubabingeleli: oonyana bakaHabhaya, oonyana bakaHakotse, oonyana bakaBharzilayi, owazeka umfazi ezintombini zikaBharzilayi waseGiliyadi, wabizwa ngegama lazo:

Unehemiya 7

Unehemiya 7:56-65