Unehemiya 6:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndaya endlwini kaShemaya unyana kaDelaya, unyana kaMehetabheli, evalelwe; wathi, Masihlangane endlwini kaThixo, ngaphakathi kwetempile, sizivale iingcango zetempile leyo; ngokuba baza kukubulala; ebusuku baya kuza kukubulala.

Unehemiya 6

Unehemiya 6:5-17