Unehemiya 4:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke mna, nabazalwana bam, namadodana akwam, namadoda alindayo abendilandela, sibe singazikhululi iingubo zethu. Elowo ebenekrele lakhe kwesokunene.

Unehemiya 4

Unehemiya 4:17-23