Unehemiya 12:9-19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

9. noBhakebhukiya, noUni; abazalwana babo babemalunga nabo besezigxineni.

10. Ke uYeshuwa wazala uYoyakim; uYoyakim wazala uEliyashibhi; uEliyashibhi wazala uYoyada;

11. uYoyada wazala uYonatan; uYonatan wazala uYaduwa.

12. Ke emihleni kaYoyakim bekukho ababingeleli abaziintloko zezindlu zooyise: okaSeraya inguMeraya; okaYeremiya inguHananiya;

13. okaEzra inguMeshulam; oka-Amariya inguYohanan;

14. okaMeliku inguYonatan; okaShebhaniya inguYosefu;

15. okaHarim inguAdena; okaMerayoti inguHelekayi;

16. okaIdo inguZekariya; okaGineton inguMeshulam;

17. oka-Abhiya inguZikri; okaMinyamin, okaMowadiya inguPiletayi;

18. okaBhilega inguShamuwa; okaShemaya inguYonatan;

19. okaYoyaribhi inguMatenayi; okaYedaya ingu-Uzi;

Unehemiya 12