Unehemiya 12:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Abo babekho emihleni kaYoyakim unyana kaYeshuwa, unyana kaYotsadaki, nasemihleni kaNehemiya ibamba, noEzra umbingeleli, umbhali.

Unehemiya 12

Unehemiya 12:23-33