Umateyu 7:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Musani ukugweba, ukuze ningagwetywa.

2. Kuba ngogwebo enigweba ngalo, niya kugwetywa kwangalo nani; nangomlinganiselo enilinganisela abanye ngawo, niya kulinganiselwa kwangawo nani.

Umateyu 7