Umateyu 26:8-11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

8. Bekubonile ke oko abafundi bakhe, bacaphuka, besithi, Yeyani na le nkcitho?

9. Kuba la mafutha ngekuthengiswe lukhulu ngawo, kwaza kwaphiwa amahlwempu.

10. Ekwazi ke oko, uYesu wathi kubo, Umfazi lo nimaphulelani na? Kuba usebenze kum umsebenzi omhle.

11. Kuba amahlwempu lawo nihleli ninawo; kodwa mna anihleli ninam.

Umateyu 26