Umateyu 19:13-15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

13. Kwaza kwaziswa kuye abantwana, ukuze abeke izandla phezu kwabo, athandaze; basuka abafundi babakhalimela.

14. Wathi ke uYesu, Bayekeni abantwana, ningabaleli ukuza kum; kuba ubukumkani bamazulu bobabo banjalo.

15. Wazibeka izandla phezu kwabo, wemka apho.

Umateyu 19