Umarko 5:42-43 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

42. Yavuka kwaoko intombazana leyo, yahambahamba; kuba ibiminyaka ilishumi elinamibini izelwe. Bathi nqa ngokuthi nqa okukhulu.

43. Wabayala kakhulu ukuba kungàziwa mntu oku; watsho nokuthi, mayiphiwe idle.

Umarko 5