Umarko 10:44-46 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

44. nosukuba efuna ukuba ngowokuqala, makabe ngumkhonzi wabo bonke;

45. kuba noNyana woMntu engezanga kulungiselelwa; weza kulungiselela, nokuncama ubomi bakhe, bube yintlawulelo yokukhulula abaninzi.

46. Baza kufika eYeriko. Ekuphumeni kwakhe eYeriko apho, nabafundi bakhe nendimbane elingeneyo, unyana kaTimeyu, uBhartimeyu, imfama, waye ehleli ngasendleleni engqiba.

Umarko 10