Umarko 1:31-33 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

31. Weza ke kuye, wamvusa embambe ngesandla; yamyeka kwaoko icesina, wabalungiselela.

32. Ke kaloku, kwakuhlwa, xa litshonayo ilanga, bazisa kuye bonke ababesifa, nababephethwe ziidemon.

33. Waye umzi wonke uhlanganisene ndawonye emnyango apho.

Umarko 1