Umarko 1:10-12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

10. Uthe kwaoko, akuba enyuka ephuma emanzini, walibona izulu likrazulwe, noMoya enjengehobe, esihla phezu kwakhe.

11. Kwabakho nezwi eliphuma ezulwini, lisithi, Wena unguNyana wam oyintanda, endikholisiweyo nguye.

12. Uthi kwaoko uMoya amkhuphele entlango.

Umarko 1