Uluka 8:47 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ithe ke intokazi leyo, yakubona ukuba ayifihlakele, yeza igubha, yawa phambi kwakhe, yaxela emehlweni abo bonke abantu, ukuba bekungasizathu sini na ebimchukumisile, nokuphiliswa kwayo kwangoko.

Uluka 8

Uluka 8:41-49