Uluka 8:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ithe ke yakumbona uYesu, yakhala kunene, yawa phambi kwakhe, yathi ngezwi elikhulu, Yini na enam nawe, Yesu, Nyana kaThixo Osenyangweni? Ndiya kukhunga ukuba ungandithuthumbisi.

Uluka 8

Uluka 8:21-38