Uluka 8:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Beza ke bamvusa, besithi, Mongameli, Mongameli, satshabalala. Wavuka ke yena, wawukhalimela umoya nokulatyuza kwamaza; zapheza ezo zinto, kwabakho ukuzola.

Uluka 8

Uluka 8:16-30