Uluka 23:50-52 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

50. Kwaye ke kukho indoda egama linguYosefu, engumphakathi, indoda elungileyo,

51. elilungisa (yona yayingavumelananga necebo labo, nesenzo sabo), eyaseArimatiya, umzi wamaYuda, eyayibulindile nayo ubukumkani bukaThixo;

52. eyathi yona yeza kuPilato, yawucela umzimba kaYesu.

Uluka 23