Uluka 22:56-58 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

56. Ke umkhonzazana othile umbonile ehleli ebandezini, wamjonga wathi, Naló ube enaye.

57. Wamkhanyela ke yena, esithi, Nkazanandini, andimazi.

58. Kwakuba mzuzwana, omnye wambona wathi, Nawe ungowabo. Wathi ke uPetros, Mntundini, andinguye.

Uluka 22