Uluka 22:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Ke kaloku, wawusondela umthendeleko wezonka ezingenagwele, ekuthiwa yipasika.*

2. Baye ababingeleli abakhulu nababhali befuna ukuba bangáthini na ukumbulala, kuba bebesoyika abantu.

Uluka 22