Uluka 21:36-38 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

36. Phaphani ngoko, amaxesha onke nikhunga, ukuze kuthiwe nikufanele ukuzisaba zonke ezo zinto ziza kuhla, nokumiswa phambi koNyana woMntu.

37. Ke kaloku, emini ebefundisa etempileni; athi ngobusuku aphume, aye kulala entabeni ekuthiwa yeyemiNquma.

38. Bonke ke abantu babesiza kuye kwakusasa etempileni, ukuba beve ukuthetha kwakhe.

Uluka 21