Uluka 19:38-41 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

38. besithi, Makabongwe lo Kumkani uzayo egameni leNkosi; uxolo emazulwini, uzuko enyangweni.

39. Abathile kubaFarisi esihlweleni apho bathi kuye, Mfundisi, bakhalimele abafundi bakho.

40. Waphendula wathi kubo, Ndithi kuni, kungáthi kuthe cwaka aba, kunkqangaze amatye la.

41. Akusondela, wawubona umzi, wawulilela, esithi,

Uluka 19