Uluka 17:35-37 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

35. Amankazana amabini oba esila ndawonye; enye yamkelwe, enye ishiywe.

36. Abantu ababini boba sentsimini; omnye amkelwe, omnye ashiywe.

37. Baphendula bathi kuye, Phi na, Nkosi? Ithe ke yona kubo, Apho sikhona isidumbu, aya kuhlanganisana khona amaxhalanga.

Uluka 17