Uluka 14:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi omnye, Ndithengé iinkomo zeedyokhwe ezintlanu, ndiya kuziva; ndiyakucela mandibe ngowabalandulelwayo.

Uluka 14

Uluka 14:11-24