Uisaya 52:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Mkani, mkani, phumani apho; musani ukuphatha nto iyinqambi; phumani phakathi kwayo; zenzeni nyulu, nina bathwali beempahla zikaYehova.

Uisaya 52

Uisaya 52:4-12