Uisaya 51:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke abakhululwa bakaYehova baya kubuya babuye, beze eZiyon bememelela, benovuyo olungunaphakade phezu kweentloko zabo; baya kufumana imihlali nemivuyo, sisabe isingqala nokuncwina.

Uisaya 51

Uisaya 51:7-14