Uisaya 47:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndába noburhalarhume kubantu bam, ndalingcolisa ilifa lam, ndabanikela ezandleni zakho; akwaba namfesane kubo; naphezu kwamadoda amakhulu wayenza yanzima kakhulu idyokhwe yakho.

Uisaya 47

Uisaya 47:1-13