Uisaya 45:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngenxa yomkhonzi wam uYakobi, uSirayeli umnyulwa wam, ndakubiza ngegama lakho, ndakuthiya namanye amagama, ungàndazi.

Uisaya 45

Uisaya 45:1-5