Uisaya 38:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngaloo mihla wayesifa UHezekiya, eza kufa. Waya umprofeti kuye, uIsaya unyana ka-Amotsi; wathi kuye, Utsho uYehova ukuthi, Yolela indlu yakho, ngokuba uya kufa wena, akuyi kuphila.

Uisaya 38

Uisaya 38:1-4