Uisaya 37:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bathi kuye, Utsho uHezekiya ukuthi, Le mini yimini yembandezelo neyokohlwaya neyogibo; ngokuba abantwana bazé kufika emlonyeni wesizalo, tu ke amandla okuzala.

Uisaya 37

Uisaya 37:1-6