Uisaya 36:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uRabheshake, Inkosi yam indithumé ukuba ndiwathethe la mazwi enkosini yakho nakuwe, yini na? Àsikula madoda ahleli eludongeni yini na, ukuze adle ilindle lawo, asele umchamo wawo nani?

Uisaya 36

Uisaya 36:4-19