Uisaya 29:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Hayi, ukuphenduka kwenu! Kuya kuthiwa umbumbi unjengodongwe na? into eyenziweyo ithi na kumenzi wayo, Akandenzanga? into ebunjiweyo ithi na kumbumbi wayo, Akaqondi?

Uisaya 29

Uisaya 29:8-23