Uisaya 12:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Ùya kuthi wena ngaloo mini, Ndiyabulela kuwe, Yehova, ngokokuba ubundiqumbele, waza wabuya umsindo wakho, wandithuthuzela wena.

2. Yabona, uThixo ukukusindiswa kwam; ndikholosile, andikwantyi; ngokokuba iqhayiya lam nengoma yam nguYa, nguYehova obuye waba lusindiso kum.

3. Ngoko ke niya kukha amanzi ninemihlali emithonjeni yosindiso;

Uisaya 12