Uhezekile 40:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bekukho isango elisa entendelezweni ephakathi, elisingise ezantsi; walinganisa ethabathela esangweni elo, esa esangweni elisingise ezantsi; zaba ziikubhite ezilikhulu.

Uhezekile 40

Uhezekile 40:26-33