Uhezekile 35:14-15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

14. Itsho iNkosi uYehova ukuthi, Lakùvuya ihlabathi lonke, ndokwenza kube senkangala kuwe.

15. Njengoko walivuyelayo ilifa lendlu kaSirayeli, ngenxa yokuba bekusenkangala kulo, ndiya kwenjenjalo kuwe; kuya kuba senkangala kuwe, ntaba yakwaSehire, nelakwaEdom lonke liphela; bazi ukuba ndinguYehova.

Uhezekile 35