Uhezekile 28:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waye uyikerubhi* ethanjisiweyo, egqubuthelayo; ndakwenza ke, waba sentabeni engcwele kaThixo, wahambahamba phakathi kwamatye anomlilo.

Uhezekile 28

Uhezekile 28:6-20