Uhezekile 11:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngako oko itsho iNkosi uYehova ukuthi, Ababuleweyo benu, ebe nibabeka phantsi phakathi kwawo umzi, bayinyama, wona ke uyimbiza; nina niya kukhutshwa phakathi kwawo.

Uhezekile 11

Uhezekile 11:5-15